Duteronomi 11:14 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 14 ndiza kulinika imvula ilizwe lenu ngexesha elifanelekileyo, imvula yasekwindla nemvula yasentwasahlobo, yaye niza kutsho niqokelele ukutya kwenu okuziinkozo, iwayini yenu entsha neoli yenu.+ Yeremiya 14:22 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 22 Ngaba sikho kwezi zithixo zingancedi nganto esinganisela iintlanga imvula,Okanye amazulu angazinisela ngokwawo izantyalantyala zemvula? Ayinguwe wedwa na, owu Yehova Thixo wethu?+Sithembele kuwe, Kuba nguwe wedwa owenze ezi zinto. Yeremiya 51:16 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 16 Xa ethetha,Amanzi asezulwini ayayaluzela,Yaye ubangela ukuba amafu anyuke evela* kwezona ndawo zikude emhlabeni. Imvula uyenzela umbane,*Yaye ukhupha umoya koovimba bakhe.+ Hezekile 34:26 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 26 Ndiza kuzenza zibe yintsikelelo,+ zona kunye nommandla ojikeleze induli yam, yaye ndiza kwenza imvula inethe ngexesha elifanelekileyo. Iintsikelelo ziza kugaleleka njengemvula.+ Yoweli 2:23 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 23 Vuyani nibe nemihlali ngoYehova uThixo wenu, nina bonyana baseZiyon,+Kuba uza kuninika imvula eyaneleyo ngexesha lasekwindla,Aninike izantyalantyala,Imvula yasekwindla nemvula yasentwasahlobo, njengakuqala.+
14 ndiza kulinika imvula ilizwe lenu ngexesha elifanelekileyo, imvula yasekwindla nemvula yasentwasahlobo, yaye niza kutsho niqokelele ukutya kwenu okuziinkozo, iwayini yenu entsha neoli yenu.+
22 Ngaba sikho kwezi zithixo zingancedi nganto esinganisela iintlanga imvula,Okanye amazulu angazinisela ngokwawo izantyalantyala zemvula? Ayinguwe wedwa na, owu Yehova Thixo wethu?+Sithembele kuwe, Kuba nguwe wedwa owenze ezi zinto.
16 Xa ethetha,Amanzi asezulwini ayayaluzela,Yaye ubangela ukuba amafu anyuke evela* kwezona ndawo zikude emhlabeni. Imvula uyenzela umbane,*Yaye ukhupha umoya koovimba bakhe.+
26 Ndiza kuzenza zibe yintsikelelo,+ zona kunye nommandla ojikeleze induli yam, yaye ndiza kwenza imvula inethe ngexesha elifanelekileyo. Iintsikelelo ziza kugaleleka njengemvula.+
23 Vuyani nibe nemihlali ngoYehova uThixo wenu, nina bonyana baseZiyon,+Kuba uza kuninika imvula eyaneleyo ngexesha lasekwindla,Aninike izantyalantyala,Imvula yasekwindla nemvula yasentwasahlobo, njengakuqala.+