Yeremiya 30:18 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 18 Uthi uYehova: “Ngoku ndiqokelela abathinjwa beentente zikaYakobi,+Ndiza kuba nosizi ngeentente zakhe. Isixeko siza kuphinda sakhiwe kwindulana yaso,+Inqaba ekhuselekileyo iza kuma kwisiza sayo esifanelekileyo.
18 Uthi uYehova: “Ngoku ndiqokelela abathinjwa beentente zikaYakobi,+Ndiza kuba nosizi ngeentente zakhe. Isixeko siza kuphinda sakhiwe kwindulana yaso,+Inqaba ekhuselekileyo iza kuma kwisiza sayo esifanelekileyo.