Zekariya 11:7 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 7 Ndawalusa ke umhlambi olungiselelwe ukuxhelwa,+ ndisenzela nina basentlungwini bomhlambi. Ndathatha iintonga ezimbini, enye ndathi nguThandeka, enye ndathi nguManyano,+ ndaza ndalusa umhlambi.
7 Ndawalusa ke umhlambi olungiselelwe ukuxhelwa,+ ndisenzela nina basentlungwini bomhlambi. Ndathatha iintonga ezimbini, enye ndathi nguThandeka, enye ndathi nguManyano,+ ndaza ndalusa umhlambi.