14 Ngoko uYehova wawuvuselela umoya+ kaZerubhabheli unyana kaShelatiyeli, umlawuli wakwaYuda,+ nomoya kaYoshuwa+ unyana kaYehotsadaki, umbingeleli omkhulu, nomoya wabo bonke abanye abantu; beza baza baqalisa ukuyakha indlu kaYehova wemikhosi, uThixo wabo.+