Nehemiya 5:8 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 8 Ndathi kubo: “Sizame kangangoko ukubuyisa abantakwethu abangamaYuda ababethengiswe ezintlangeni; kodwa ngaba nina ngoku nithengisa ngabantakwenu,+ nibathengisa kwalapha kuthi?” Ndabaval’ umlomo, ababi nanto yakuthetha.
8 Ndathi kubo: “Sizame kangangoko ukubuyisa abantakwethu abangamaYuda ababethengiswe ezintlangeni; kodwa ngaba nina ngoku nithengisa ngabantakwenu,+ nibathengisa kwalapha kuthi?” Ndabaval’ umlomo, ababi nanto yakuthetha.