Luka 6:35 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 35 Kodwa ke nina, qhubekani nizithanda iintshaba zenu, nisenza izinto ezintle, nibolekise ningalindelanga kufumana nto;+ niza kuvuzwa kakhulu, nize nibe ngoonyana Boyena Uphakamileyo, kuba yena unobubele kwabo bangenambulelo nabenzi-bubi.+ IZenzo 14:17 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 17 kodwa uye wanibonisa ukuba unjani+ ngokwenza izinto ezintle, eninika iimvula ezivela ezulwini nezivuno,+ eninika ukutya okwaneleyo aze aqinisekise ukuba niyonwaba.”+
35 Kodwa ke nina, qhubekani nizithanda iintshaba zenu, nisenza izinto ezintle, nibolekise ningalindelanga kufumana nto;+ niza kuvuzwa kakhulu, nize nibe ngoonyana Boyena Uphakamileyo, kuba yena unobubele kwabo bangenambulelo nabenzi-bubi.+
17 kodwa uye wanibonisa ukuba unjani+ ngokwenza izinto ezintle, eninika iimvula ezivela ezulwini nezivuno,+ eninika ukutya okwaneleyo aze aqinisekise ukuba niyonwaba.”+