Mateyu 3:10 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 10 Izembe selikulungele ukuyigawula ezingcanjini imithi. Ngoko ke, yonke imithi engavelisi ziqhamo zihle iza kugawulwa ize iphoswe emlilweni.+ Luka 13:6 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 6 Emva koko wabenzela lo mzekelo: “Kwakukho indoda eyayinomthi wamafiya* otyalwe kwintsimi yayo yeediliya. Le ndoda yeza kufuna amafiya* kulo mthi, kodwa ayafumana nto.+ Luka 13:9 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 9 Ukuba uvelisa isiqhamo, kuhle, kodwa ukuba awuvelisi nto ungagawulwa.’”+
10 Izembe selikulungele ukuyigawula ezingcanjini imithi. Ngoko ke, yonke imithi engavelisi ziqhamo zihle iza kugawulwa ize iphoswe emlilweni.+
6 Emva koko wabenzela lo mzekelo: “Kwakukho indoda eyayinomthi wamafiya* otyalwe kwintsimi yayo yeediliya. Le ndoda yeza kufuna amafiya* kulo mthi, kodwa ayafumana nto.+