IMizekeliso 21:3 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 3 Ukwenza izinto ezilungileyo nobulungisaKumvuyisa kakhulu uYehova kunombingelelo.+ Hoseya 6:6 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 6 Kuba ndivuyiswa kukuthandwa ngokungagungqiyo,* kungekhona yimibingelelo,Nokwaziwa kukaThixo, endaweni yeminikelo etshiswa ngokupheleleyo.+ Mateyu 12:7 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 7 Ngoko ke, ukuba beniwazi ukuba athetha ukuthini amazwi athi, ‘Ndithanda inceba+ kunemibingelelo,’+ ngeningakhange nibagwebe abo bangenatyala.
6 Kuba ndivuyiswa kukuthandwa ngokungagungqiyo,* kungekhona yimibingelelo,Nokwaziwa kukaThixo, endaweni yeminikelo etshiswa ngokupheleleyo.+
7 Ngoko ke, ukuba beniwazi ukuba athetha ukuthini amazwi athi, ‘Ndithanda inceba+ kunemibingelelo,’+ ngeningakhange nibagwebe abo bangenatyala.