Marko 2:12 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 12 Waphakama ngoko nangoko wathatha umandlalo wakhe, waphuma bonke abantu bemjongile. Bonke babemangalisiwe, baza bamzukisa uThixo, besithi: “Zange sayibona into enje.”+
12 Waphakama ngoko nangoko wathatha umandlalo wakhe, waphuma bonke abantu bemjongile. Bonke babemangalisiwe, baza bamzukisa uThixo, besithi: “Zange sayibona into enje.”+