Mateyu 24:9 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 9 “Ngelo xesha abantu baza kunitshutshisa,+ banibulale,+ nize nicatshukelwe zizo zonke iintlanga ngenxa yegama lam.+ Luka 21:17 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 17 ibe niza kucatshukelwa ngumntu wonke ngenxa yegama lam.+ Yohane 15:21 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 21 Baza kunenza zonke ezi zinto ngenxa yegama lam, kuba bengamazi Lowo undithumileyo.+
9 “Ngelo xesha abantu baza kunitshutshisa,+ banibulale,+ nize nicatshukelwe zizo zonke iintlanga ngenxa yegama lam.+