3 Wolula isandla sakhe, wambamba waza wathi: “Ndiyathanda! Phila.”+ Laphela ngoko nangoko iqhenqa lakhe.+ 4 Emva koko uYesu wathi kuye: “Qiniseka ukuba awuxeleli mntu ngale nto,+ kodwa hamba uye kumbingeleli,+ unikele isipho awathi uMoses makunikelwe ngaso,+ ukuze bazibonele ukuba uphilisiwe.”