Mateyu 16:21 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 21 Ukususela ngelo xesha ukuya phambili, uYesu wacacisela abafundi bakhe ukuba umele aye eYerusalem, aphathwe kakubi ngabadala, nangababingeleli abaziintloko nababhali, abulawe, aze avuswe ngosuku lwesithathu.+ Mateyu 17:23 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 23 Baza kumbulala, aze avuswe ngosuku lwesithathu.”+ Bakhathazeka kakhulu bakuva loo nto. Mateyu 27:63 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 63 bathi: “Mhlekazi, siye sakhumbula ukuba elaa xoki lathi ngoxa lalisaphila, ‘Ndiza kuvuswa emva kweentsuku ezintathu.’+ Luka 24:46 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 46 wathi: “Kubhalwe kwathiwa, uKristu wayeza kuva iintlungu aze avuke ekufeni ngosuku lwesithathu,+
21 Ukususela ngelo xesha ukuya phambili, uYesu wacacisela abafundi bakhe ukuba umele aye eYerusalem, aphathwe kakubi ngabadala, nangababingeleli abaziintloko nababhali, abulawe, aze avuswe ngosuku lwesithathu.+
63 bathi: “Mhlekazi, siye sakhumbula ukuba elaa xoki lathi ngoxa lalisaphila, ‘Ndiza kuvuswa emva kweentsuku ezintathu.’+