Mateyu 17:2 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 2 Bambona etshintsha. Ubuso bakhe babengezela njengelanga, nezambatho zakhe zangaphezulu zaqaqamba* njengokukhanya.+ Marko 9:1 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 9 Kwakhona uYesu wathi kubo: “Ndiyaniqinisekisa ukuba, kubantu abemi apha, kukho abangazukufa de baqale babubone uBukumkani bukaThixo sele bumiselwe.”+ Luka 9:27 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 27 Ndiyaniqinisekisa ukuba, kubantu abemi apha, kukho abangazukufa de baqale babubone uBukumkani bukaThixo.”+
2 Bambona etshintsha. Ubuso bakhe babengezela njengelanga, nezambatho zakhe zangaphezulu zaqaqamba* njengokukhanya.+
9 Kwakhona uYesu wathi kubo: “Ndiyaniqinisekisa ukuba, kubantu abemi apha, kukho abangazukufa de baqale babubone uBukumkani bukaThixo sele bumiselwe.”+
27 Ndiyaniqinisekisa ukuba, kubantu abemi apha, kukho abangazukufa de baqale babubone uBukumkani bukaThixo.”+