IZenzo 4:1, 2 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 4 Ngoxa aba babini babesathetha nabantu, ababingeleli, umphathi wetempile nabaSadusi+ beza kubo. 2 Babecaphukile ngenxa yokuba abapostile babefundisa abantu yaye beshumayela ngokucacileyo ukuba uYesu uvusiwe ekufeni.*+ IZenzo 23:8 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 8 Kaloku abaSadusi bathi akukho luvuko, akukho ngelosi ibe akukho moya, kodwa bona abaFarisi bayazikholelwa* zonke ezo zinto.+
4 Ngoxa aba babini babesathetha nabantu, ababingeleli, umphathi wetempile nabaSadusi+ beza kubo. 2 Babecaphukile ngenxa yokuba abapostile babefundisa abantu yaye beshumayela ngokucacileyo ukuba uYesu uvusiwe ekufeni.*+
8 Kaloku abaSadusi bathi akukho luvuko, akukho ngelosi ibe akukho moya, kodwa bona abaFarisi bayazikholelwa* zonke ezo zinto.+