Levitikus 19:18 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 18 “‘Uze ungaziphindezeli+ okanye ube nenqala koonyana babantu bakowenu, yaye umele uthande omnye umntu ngendlela ozithanda ngayo nawe.+ NdinguYehova. Marko 12:31 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 31 Owesibini uthi, ‘Umele umthande ummelwane wakho ngendlela ozithanda ngayo nawe.’+ Awukho omnye umyalelo omkhulu kunale.” Luka 10:27 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 27 Yathi: “‘Umele umthande uYehova* uThixo wakho ngentliziyo yakho yonke nangomphefumlo wakho wonke nangamandla akho onke nangengqondo yakho yonke,+ uthande nommelwane wakho ngendlela ozithanda ngayo.’”+ Kolose 3:14 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 14 Ngaphezu kwazo zonke ezi zinto, nxibani uthando,+ kuba lubamanyanisa ngokupheleleyo abantu.+ Yakobi 2:8 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 8 Ukuba ke niyawuthobela umthetho wakomkhulu osezibhalweni, othi: “Umele umthande ummelwane wakho ngendlela ozithanda ngayo nawe,”+ nakuba nenza kakuhle. 1 Petros 1:22 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 22 Njengokuba ngoku niye nazenza msulwa ngokuthobela inyaniso, nafunda nokubathanda nyhani abazalwana,+ thandanani kakhulu ngokusuka entliziyweni.+
18 “‘Uze ungaziphindezeli+ okanye ube nenqala koonyana babantu bakowenu, yaye umele uthande omnye umntu ngendlela ozithanda ngayo nawe.+ NdinguYehova.
31 Owesibini uthi, ‘Umele umthande ummelwane wakho ngendlela ozithanda ngayo nawe.’+ Awukho omnye umyalelo omkhulu kunale.”
27 Yathi: “‘Umele umthande uYehova* uThixo wakho ngentliziyo yakho yonke nangomphefumlo wakho wonke nangamandla akho onke nangengqondo yakho yonke,+ uthande nommelwane wakho ngendlela ozithanda ngayo.’”+
8 Ukuba ke niyawuthobela umthetho wakomkhulu osezibhalweni, othi: “Umele umthande ummelwane wakho ngendlela ozithanda ngayo nawe,”+ nakuba nenza kakuhle.
22 Njengokuba ngoku niye nazenza msulwa ngokuthobela inyaniso, nafunda nokubathanda nyhani abazalwana,+ thandanani kakhulu ngokusuka entliziyweni.+