Malaki 4:1 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 4 “Jongani! iyeza imini evutha njengeziko,+ yaye bonke abakhukhumeleyo nabo bonke abenza ububi baza kuba njengeendiza. Loo mini izayo ngokuqinisekileyo iza kubaqwenga,” utsho uYehova wemikhosi, “kangangokuba ayizukushiya ngcambu okanye sebe kubo.
4 “Jongani! iyeza imini evutha njengeziko,+ yaye bonke abakhukhumeleyo nabo bonke abenza ububi baza kuba njengeendiza. Loo mini izayo ngokuqinisekileyo iza kubaqwenga,” utsho uYehova wemikhosi, “kangangokuba ayizukushiya ngcambu okanye sebe kubo.