45 Kodwa ukuba elo khoboka lithi entliziyweni yalo, ‘Inkosi yam ayide ifike,’ lize libethe amanye amakhoboka, litye, lisele linxile,+ 46 inkosi yalo iza kufika ngemini elingayilindelanga nangexesha elingalaziyo, ilohlwaye kakhulu, ize iliphathe njengabo bangathembekanga.