Yohane 3:28, 29 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 28 Nani niyandingqinela ukuba ndathi, ‘Andinguye uKristu,+ kodwa ndithunywe phambi kwakhe.’+ 29 Umntu onomtshakazi ngumyeni.+ Xa umhlobo womyeni emi ngakuye, esiva nento ayithethayo, uvuya kakhulu. Ngoko ke nam ndivuya kakhulu. ISityhilelo 19:7 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 7 Masonwabe, sivuye kakhulu size simzukise, kuba umtshato weMvana* ufikile, nomfazi wayo uzilungisile.
28 Nani niyandingqinela ukuba ndathi, ‘Andinguye uKristu,+ kodwa ndithunywe phambi kwakhe.’+ 29 Umntu onomtshakazi ngumyeni.+ Xa umhlobo womyeni emi ngakuye, esiva nento ayithethayo, uvuya kakhulu. Ngoko ke nam ndivuya kakhulu.
7 Masonwabe, sivuye kakhulu size simzukise, kuba umtshato weMvana* ufikile, nomfazi wayo uzilungisile.