Luka 19:12, 13 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 12 Wathi: “Enye indoda yasebukhosini yayiza kuya kwilizwe elikude+ ukuze yenziwe ukumkani, ize ibuye emva koko. 13 Yabiza amakhoboka ayo alishumi, yawanika imali eziimina* ezilishumi yaza yathi kuwo, ‘Hambani niyokwenza imali ngazo.’+
12 Wathi: “Enye indoda yasebukhosini yayiza kuya kwilizwe elikude+ ukuze yenziwe ukumkani, ize ibuye emva koko. 13 Yabiza amakhoboka ayo alishumi, yawanika imali eziimina* ezilishumi yaza yathi kuwo, ‘Hambani niyokwenza imali ngazo.’+