Efese 1:7 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 7 Ngenxa yoNyana wakhe sikhululwe, sahlawulelwa ngegazi lakhe,+ saxolelwa nezono zethu+ ngenxa yobubele* bukaThixo obuninzi. Hebhere 9:20 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 20 esithi: “Eli ligazi lesivumelwano uThixo aniyalele ukuba nisigcine.”+ Hebhere 9:22 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 22 Eneneni ngokutsho koMthetho, phantse zonke izinto zicocwa ngegazi,+ yaye izono zixolelwa emva kokuba kuphalale igazi.+
7 Ngenxa yoNyana wakhe sikhululwe, sahlawulelwa ngegazi lakhe,+ saxolelwa nezono zethu+ ngenxa yobubele* bukaThixo obuninzi.
22 Eneneni ngokutsho koMthetho, phantse zonke izinto zicocwa ngegazi,+ yaye izono zixolelwa emva kokuba kuphalale igazi.+