Mateyu 10:9, 10 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 9 Sanukuphatha golide okanye silivere okanye kopolo kwiibhegi zenu zasesinqeni,+ 10 ningaphathi bhegi yomphako, okanye impahla yokutshintsha, okanye iimbadada, okanye intonga,+ kuba umntu osebenzayo ufanele anikwe ukutya.+
9 Sanukuphatha golide okanye silivere okanye kopolo kwiibhegi zenu zasesinqeni,+ 10 ningaphathi bhegi yomphako, okanye impahla yokutshintsha, okanye iimbadada, okanye intonga,+ kuba umntu osebenzayo ufanele anikwe ukutya.+