21 UYehova waliva ivumba elimnandi, waza uYehova wathi entliziyweni yakhe: “Soze ndiphinde ndiwuqalekise umhlaba+ ngenxa yomntu, kuba kwasebuntwaneni intliziyo yakhe ikekelele ekwenzeni izinto ezimbi;+ futhi soze ndiphinde nditshabalalise kwanto ephilayo ngendlela endenze ngayo.+