Mateyu 11:13, 14 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 13 Kuba bonke abaProfeti noMthetho, baprofeta de kwafika uYohane;+ 14 yaye enoba niyayivuma okanye aniyivumi loo nto, ‘nguye lo Eliya kwakuthiwe uyeza.’+ Luka 1:13 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 13 Kodwa le ngelosi yathi kuye: “Sukoyika Zekariya, kuba uviwe umthandazo wakho xa ubucenga uThixo, ibe umfazi wakho uElizabhete uza kukuzalela unyana. Uze umthiye igama elinguYohane.+ Luka 1:17 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 17 Uza kuhamba phambi koThixo enomoya namandla kaEliya.+ Uza kwenza iintliziyo zootata zifane nezabantwana,+ enze nabangathobeliyo babe nobulumko njengamalungisa, ukuze balungele ukukhonza uYehova.”*+
13 Kuba bonke abaProfeti noMthetho, baprofeta de kwafika uYohane;+ 14 yaye enoba niyayivuma okanye aniyivumi loo nto, ‘nguye lo Eliya kwakuthiwe uyeza.’+
13 Kodwa le ngelosi yathi kuye: “Sukoyika Zekariya, kuba uviwe umthandazo wakho xa ubucenga uThixo, ibe umfazi wakho uElizabhete uza kukuzalela unyana. Uze umthiye igama elinguYohane.+
17 Uza kuhamba phambi koThixo enomoya namandla kaEliya.+ Uza kwenza iintliziyo zootata zifane nezabantwana,+ enze nabangathobeliyo babe nobulumko njengamalungisa, ukuze balungele ukukhonza uYehova.”*+