Mateyu 5:30 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 30 Kwakhona, ukuba isandla sakho sasekunene sikwenza wone, sinqumle usilahle kude.+ Kuba kungcono ukuba ulahlekelwe lilungu elinye kunokuba wonke umzimba wakho uphoswe eGehena.*+ Mateyu 18:8 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 8 Ukuba ke, isandla sakho okanye unyawo lwakho lukwenza wone, lunqumle uze ululahle kude.+ Kungcono ufumane ubomi ulimele okanye usisiqhwala kunokuba uthi unezandla zozibini okanye iinyawo zombini utshabalale ngonaphakade emlilweni.+ Kolose 3:5 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 5 Ngoko yitshabalaliseni iminqweno yamalungu emizimba yenu+ yokuziphatha kakubi ngesondo,* yokungcola, yokurhalela isondo ngendlela engalawulekiyo,+ umnqweno owenzakalisayo nokunyoluka okulunqulo-zithixo.
30 Kwakhona, ukuba isandla sakho sasekunene sikwenza wone, sinqumle usilahle kude.+ Kuba kungcono ukuba ulahlekelwe lilungu elinye kunokuba wonke umzimba wakho uphoswe eGehena.*+
8 Ukuba ke, isandla sakho okanye unyawo lwakho lukwenza wone, lunqumle uze ululahle kude.+ Kungcono ufumane ubomi ulimele okanye usisiqhwala kunokuba uthi unezandla zozibini okanye iinyawo zombini utshabalale ngonaphakade emlilweni.+
5 Ngoko yitshabalaliseni iminqweno yamalungu emizimba yenu+ yokuziphatha kakubi ngesondo,* yokungcola, yokurhalela isondo ngendlela engalawulekiyo,+ umnqweno owenzakalisayo nokunyoluka okulunqulo-zithixo.