Yeremiya 7:11 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 11 Ngaba le ndlu inegama lam iye yaba yindawo nje yootsotsi kuni?+ Mna lo ndizibonele,” utsho uYehova. Mateyu 21:13 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 13 Wathi kubo: “Kubhaliwe kwathiwa, ‘Indlu yam iza kubizwa ngokuba yindlu yomthandazo,’+ kodwa nina niyenza indawo yootsotsi.”+ Luka 19:46 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 46 esithi kubo: “Kubhaliwe kwathiwa, ‘Indlu yam iza kubizwa ngokuba yindlu yomthandazo,’+ kodwa nina niyenza indawo yootsotsi.”+ Yohane 2:16 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 16 Wathi kwabo babethengisa amahobe: “Susani ezi zinto apha! Sanukwenza indlu kaTata indawo yokuthengisa!”+
11 Ngaba le ndlu inegama lam iye yaba yindawo nje yootsotsi kuni?+ Mna lo ndizibonele,” utsho uYehova.
13 Wathi kubo: “Kubhaliwe kwathiwa, ‘Indlu yam iza kubizwa ngokuba yindlu yomthandazo,’+ kodwa nina niyenza indawo yootsotsi.”+
46 esithi kubo: “Kubhaliwe kwathiwa, ‘Indlu yam iza kubizwa ngokuba yindlu yomthandazo,’+ kodwa nina niyenza indawo yootsotsi.”+
16 Wathi kwabo babethengisa amahobe: “Susani ezi zinto apha! Sanukwenza indlu kaTata indawo yokuthengisa!”+