2 Samuweli 23:2 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 2 Umoya kaYehova wathetha usebenzisa mna,+Ilizwi lakhe laliselulwimini lwam.+ 2 Timoti 3:16 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 16 Sonke iSibhalo siphefumlelwe nguThixo+ ibe sinceda ekufundiseni,+ ekululekeni, ekulungiseni izinto, nasekusiqeqesheni ukuba senze izinto ezilungileyo,+ 2 Petros 1:21 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 21 Kuba zange nanini na kubekho isiprofeto ngokuthanda komntu,+ kodwa abantu babethetha ngokusuka kuThixo beqhutywa ngumoya oyingcwele.+
16 Sonke iSibhalo siphefumlelwe nguThixo+ ibe sinceda ekufundiseni,+ ekululekeni, ekulungiseni izinto, nasekusiqeqesheni ukuba senze izinto ezilungileyo,+
21 Kuba zange nanini na kubekho isiprofeto ngokuthanda komntu,+ kodwa abantu babethetha ngokusuka kuThixo beqhutywa ngumoya oyingcwele.+