Mateyu 16:4 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 4 Esi sizukulwana singalunganga nesikrexezayo* sihlala sifuna ummangaliso, kodwa akukho mmangaliso siza kuwenzelwa+ ngaphandle kokaYona.”+ Emva koko wemka, wabashiya apho.
4 Esi sizukulwana singalunganga nesikrexezayo* sihlala sifuna ummangaliso, kodwa akukho mmangaliso siza kuwenzelwa+ ngaphandle kokaYona.”+ Emva koko wemka, wabashiya apho.