Mateyu 27:54 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 54 Kodwa xa igosa lomkhosi nabo babekunye nalo begade uYesu, babona ukunyikima komhlaba nezinto ezazisenzeka, boyika kakhulu, baza bathi: “Ngokuqinisekileyo lo ibinguNyana kaThixo.”+ Luka 23:47 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 47 Emva kokubona ezi zinto zenzekileyo, igosa lomkhosi lamzukisa uThixo, lisithi: “Nyhani, lo mntu ebelilungisa.”+
54 Kodwa xa igosa lomkhosi nabo babekunye nalo begade uYesu, babona ukunyikima komhlaba nezinto ezazisenzeka, boyika kakhulu, baza bathi: “Ngokuqinisekileyo lo ibinguNyana kaThixo.”+
47 Emva kokubona ezi zinto zenzekileyo, igosa lomkhosi lamzukisa uThixo, lisithi: “Nyhani, lo mntu ebelilungisa.”+