Mateyu 8:29 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 29 Akhwaza kakhulu, esithi: “Ufuna ntoni kuthi, Nyana kaThixo?+ Uzokusingcungcuthekisa+ ngaphambi kwexesha na?”+ Luka 4:41 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 41 Kwaphuma iidemon ebantwini abaninzi, zikhwaza zisithi: “UnguNyana kaThixo.”+ Kodwa wayezingxolisa, engazivumeli ukuba zithethe,+ kuba zazimazi ukuba unguKristu.+ Luka 8:28 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 28 Ithe yakubona uYesu, yawa phambi kwakhe, yakhwaza isithi: “Ufuna ntoni kum Yesu, Nyana wOyena Thixo Uphakamileyo? Ndiyakucela, ungandingcungcuthekisi.”+ Yakobi 2:19 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 19 Andithi uyakholelwa ukuba mnye uThixo? Intle loo nto. Kodwa ke needemon ziyayikholelwa loo nto, zize zoyike.+
29 Akhwaza kakhulu, esithi: “Ufuna ntoni kuthi, Nyana kaThixo?+ Uzokusingcungcuthekisa+ ngaphambi kwexesha na?”+
41 Kwaphuma iidemon ebantwini abaninzi, zikhwaza zisithi: “UnguNyana kaThixo.”+ Kodwa wayezingxolisa, engazivumeli ukuba zithethe,+ kuba zazimazi ukuba unguKristu.+
28 Ithe yakubona uYesu, yawa phambi kwakhe, yakhwaza isithi: “Ufuna ntoni kum Yesu, Nyana wOyena Thixo Uphakamileyo? Ndiyakucela, ungandingcungcuthekisi.”+
19 Andithi uyakholelwa ukuba mnye uThixo? Intle loo nto. Kodwa ke needemon ziyayikholelwa loo nto, zize zoyike.+