INdumiso 40:7 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 7 Ngoko ndathi: “Ndizile. Emsongweni* kubhaliwe ngam.+ INdumiso 118:26 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 26 Usikelelekile lowo uza egameni likaYehova;+Thina basendlini kaYehova sithi sikelelekani. Zekariya 9:9 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 9 Vuya kakhulu, ntombi yaseZiyon. Khwaza kuba woyisile, ntombi yaseYerusalem. Jonga! Nanko ukumkani wakho esiza kuwe.+ Ulilungisa, uza nosindiso,*Uthobekile+ yaye ukhwele idonki,Ithole eliyinkunzi, inkonyane yemazi yedonki.+ Mateyu 3:11 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 11 Mna ndinibhaptiza ngamanzi kuba niguqukile,+ kodwa yena lowo uza emva kwam ungaphezu kwam, kangangokuba andifaneleki nokukhulula iimbadada ezi zakhe.+ Yena uza kunibhaptiza ngomoya oyingcwele+ nangomlilo.+
9 Vuya kakhulu, ntombi yaseZiyon. Khwaza kuba woyisile, ntombi yaseYerusalem. Jonga! Nanko ukumkani wakho esiza kuwe.+ Ulilungisa, uza nosindiso,*Uthobekile+ yaye ukhwele idonki,Ithole eliyinkunzi, inkonyane yemazi yedonki.+
11 Mna ndinibhaptiza ngamanzi kuba niguqukile,+ kodwa yena lowo uza emva kwam ungaphezu kwam, kangangokuba andifaneleki nokukhulula iimbadada ezi zakhe.+ Yena uza kunibhaptiza ngomoya oyingcwele+ nangomlilo.+