Isaya 8:14 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 14 Uza kuba yindawo engcwele,Kodwa abe lilo nelitye lokubethekaNembokodo yokukhubeka+Kuzo zombini izindlu zakwaSirayeli,Abe sisirhintyelo nomgibeKubemi baseYerusalem. Luka 2:34 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 34 USimeyon wabasikelela, waza wathi kuMariya, umama womntwana: “Jonga! Ngenxa yalo mntwana abaninzi kwaSirayeli+ baza kuwa,+ abanye baphakame, abanye baza kuthetha kakubi ngaye+ Yohane 6:66 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 66 Ngenxa yoko, abaninzi kubafundi bakhe babuyela kwizinto zabo,+ bayeka ukumlandela.
14 Uza kuba yindawo engcwele,Kodwa abe lilo nelitye lokubethekaNembokodo yokukhubeka+Kuzo zombini izindlu zakwaSirayeli,Abe sisirhintyelo nomgibeKubemi baseYerusalem.
34 USimeyon wabasikelela, waza wathi kuMariya, umama womntwana: “Jonga! Ngenxa yalo mntwana abaninzi kwaSirayeli+ baza kuwa,+ abanye baphakame, abanye baza kuthetha kakubi ngaye+