Mateyu 12:48-50 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 48 Wathi kuloo mntu: “Ngubani umama, ingoobani bona abantakwethu?” 49 Ekhomba ngakubafundi bakhe, wathi: “Jonga! Nanku umama nabantakwethu!+ 50 Kuba nabani na owenza ukuthanda kukaTata osezulwini, nguye ongumntakwethu, udadewethu nomama.”+ Marko 3:33-35 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 33 Kodwa wathi: “Ngubani umama nabantakwethu?” 34 Emva koko wajonga wonke umntu owayehleli phantsi emngqongile, wathi: “Jongani, nanku umama nabantakwethu!+ 35 Nabani na owenza ukuthanda kukaThixo, nguye ongumntakwethu, udadewethu nomama.”+ Yohane 15:14 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 14 Ningabahlobo bam ukuba niyazenza izinto endiniyalela zona.+
48 Wathi kuloo mntu: “Ngubani umama, ingoobani bona abantakwethu?” 49 Ekhomba ngakubafundi bakhe, wathi: “Jonga! Nanku umama nabantakwethu!+ 50 Kuba nabani na owenza ukuthanda kukaTata osezulwini, nguye ongumntakwethu, udadewethu nomama.”+
33 Kodwa wathi: “Ngubani umama nabantakwethu?” 34 Emva koko wajonga wonke umntu owayehleli phantsi emngqongile, wathi: “Jongani, nanku umama nabantakwethu!+ 35 Nabani na owenza ukuthanda kukaThixo, nguye ongumntakwethu, udadewethu nomama.”+