Mateyu 8:18 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 18 Uthe ke uYesu akubona ukuba ujikelezwe ngabantu abaninzi, wagqiba ekubeni aye ngaphesheya kunye nabafundi bakhe.+ Mateyu 8:23 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 23 Wathi akukhwela esikhepheni, bamlandela abafundi bakhe.+ Marko 4:35, 36 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 35 Ngaloo mini, kwakuhlwa, uYesu wathi kubafundi bakhe: “Masiweleleni kweliya cala lonxweme.”+ 36 Emva kokuba abafundi bethe abantu mabahambe, bemka naye ngesikhephe, ibe kwakukho nezinye izikhephe ezazihamba naye.+
18 Uthe ke uYesu akubona ukuba ujikelezwe ngabantu abaninzi, wagqiba ekubeni aye ngaphesheya kunye nabafundi bakhe.+
35 Ngaloo mini, kwakuhlwa, uYesu wathi kubafundi bakhe: “Masiweleleni kweliya cala lonxweme.”+ 36 Emva kokuba abafundi bethe abantu mabahambe, bemka naye ngesikhephe, ibe kwakukho nezinye izikhephe ezazihamba naye.+