Mateyu 10:11 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 11 “Nakusiphi na isixeko okanye ilali eningena kuyo, khangelani umntu ofanelekayo, nihlale kwakhe de nimke kuloo ndawo.+ Marko 6:10 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 10 Waphinda wathi: “Kuloo mzi unamkelayo, hlalani kuwo de nimke kuloo ndawo.+ Luka 10:5 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 5 Xa ningena emzini, yithini kuqala: ‘Uxolo malube nani kweli khaya.’+ Luka 10:7 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 7 Ngoko hlalani kuloo mzi+ womntu othanda uxolo, nitye, nisele nantoni na aninika yona,+ kuba umntu osebenzayo ufanelwe ngumvuzo.+ Hlalani kuloo mzi, ningahambi niyokuhlala kweminye.
11 “Nakusiphi na isixeko okanye ilali eningena kuyo, khangelani umntu ofanelekayo, nihlale kwakhe de nimke kuloo ndawo.+
7 Ngoko hlalani kuloo mzi+ womntu othanda uxolo, nitye, nisele nantoni na aninika yona,+ kuba umntu osebenzayo ufanelwe ngumvuzo.+ Hlalani kuloo mzi, ningahambi niyokuhlala kweminye.