Genesis 17:10 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 10 Nasi isivumelwano sam nawe, omele wena nenzala* yakho nisigcine: Yonke into eyindoda phakathi kwenu imele yoluswe.+ Genesis 17:12 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 12 Kwizizukulwana zenu, wonke umntu oyindoda phakathi kwenu oneentsuku ezisibhozo ezelwe umele oluswe,+ naye nabani na ozelwe endlini, nabani na ongeyonzala* yakho kodwa othengwe ngemali kumntu wasemzini. Levitikus 12:2, 3 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 2 “Yithi kumaSirayeli, ‘Ukuba umfazi uye wamitha* waza wazala inkwenkwe, uza kuba ngongacocekanga iintsuku ezisixhenxe, kanye ngendlela aye angacoceki ngayo ngeentsuku zokuba sexesheni.+ 3 Ngosuku lwesibhozo loo nkwenkwe iza koluswa.+
10 Nasi isivumelwano sam nawe, omele wena nenzala* yakho nisigcine: Yonke into eyindoda phakathi kwenu imele yoluswe.+
12 Kwizizukulwana zenu, wonke umntu oyindoda phakathi kwenu oneentsuku ezisibhozo ezelwe umele oluswe,+ naye nabani na ozelwe endlini, nabani na ongeyonzala* yakho kodwa othengwe ngemali kumntu wasemzini.
2 “Yithi kumaSirayeli, ‘Ukuba umfazi uye wamitha* waza wazala inkwenkwe, uza kuba ngongacocekanga iintsuku ezisixhenxe, kanye ngendlela aye angacoceki ngayo ngeentsuku zokuba sexesheni.+ 3 Ngosuku lwesibhozo loo nkwenkwe iza koluswa.+