Eksodus 23:5 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 5 Xa ubona idonki yomntu okucaphukelayo ithe bhaxa phantsi kuba isoyiswa ngumthwalo, sukumyekela. Mncedise ayikhulule.+ Duteronomi 22:4 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 4 “Ukuba ubona idonki yomntakwenu okanye inkunzi yakhe yenkomo iwile endleleni, awumelanga uyijonge nje. Umele nakanjani na umncedise ayiphakamise.+
5 Xa ubona idonki yomntu okucaphukelayo ithe bhaxa phantsi kuba isoyiswa ngumthwalo, sukumyekela. Mncedise ayikhulule.+
4 “Ukuba ubona idonki yomntakwenu okanye inkunzi yakhe yenkomo iwile endleleni, awumelanga uyijonge nje. Umele nakanjani na umncedise ayiphakamise.+