Mateyu 16:24 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 24 Emva koko, uYesu wathi kubafundi bakhe: “Nabani na ofuna ukundilandela, makazincame, athwale isibonda sakhe sokungcungcutheka* aze aqhubeke endilandela.+ Marko 8:34 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 34 UYesu wabiza abantu kunye nabafundi bakhe, wathi kubo: “Nabani na ofuna ukundilandela, makazincame, athwale isibonda sakhe sokungcungcutheka* aze aqhubeke endilandela.+ Luka 9:23 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 23 Emva koko, uYesu wathi kubafundi bakhe: “Nabani na ofuna ukundilandela, makazincame,+ athwale isibonda sakhe sokungcungcutheka* yonke imihla, aze aqhubeke endilandela.+
24 Emva koko, uYesu wathi kubafundi bakhe: “Nabani na ofuna ukundilandela, makazincame, athwale isibonda sakhe sokungcungcutheka* aze aqhubeke endilandela.+
34 UYesu wabiza abantu kunye nabafundi bakhe, wathi kubo: “Nabani na ofuna ukundilandela, makazincame, athwale isibonda sakhe sokungcungcutheka* aze aqhubeke endilandela.+
23 Emva koko, uYesu wathi kubafundi bakhe: “Nabani na ofuna ukundilandela, makazincame,+ athwale isibonda sakhe sokungcungcutheka* yonke imihla, aze aqhubeke endilandela.+