Mateyu 5:13 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 13 “Niyityiwa+ yomhlaba, kodwa ukuba ityiwa iphelelwa yincasa, iza kubuyiselwa njani incasa yayo? Akusekho yayo, ngaphandle nje kokuba ilahlwe+ ize inyathelwe ngabantu. Marko 9:50 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 50 Ityiwa ilungile, kodwa ukuba iphelelwa yincasa, niza kuyibuyisela ngantoni incasa yayo?+ Yibani nencasa yetyiwa,+ kuhlale kukho uxolo phakathi kwenu.”+ Kolose 4:6 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 6 Hlalani nithetha kakuhle, amazwi enu enongwe ngetyiwa,+ ukuze niyazi indlela yokuphendula umntu ngamnye.+
13 “Niyityiwa+ yomhlaba, kodwa ukuba ityiwa iphelelwa yincasa, iza kubuyiselwa njani incasa yayo? Akusekho yayo, ngaphandle nje kokuba ilahlwe+ ize inyathelwe ngabantu.
50 Ityiwa ilungile, kodwa ukuba iphelelwa yincasa, niza kuyibuyisela ngantoni incasa yayo?+ Yibani nencasa yetyiwa,+ kuhlale kukho uxolo phakathi kwenu.”+
6 Hlalani nithetha kakuhle, amazwi enu enongwe ngetyiwa,+ ukuze niyazi indlela yokuphendula umntu ngamnye.+