Marko 9:23, 24 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 23 UYesu wathi kuye: “Kutheni usithi, ‘Ukuba unako’? Kaloku, zonke izinto zinako ukwenzeka kulowo unokholo.”+ 24 Ngoko nangoko utata womntwana wakhwaza esithi: “Ndinalo ukholo! Ndincede ndibe nokholo olungaphezu kolu ndinalo!”+ Hebhere 12:2 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 2 njengokuba sijonge ngqo kuMmeli Oyintloko noMphelelisi wokholo lwethu, uYesu.+ Ngenxa yovuyo olwalubekwe phambi kwakhe wasinyamezela isibonda sokungcungcutheka,* engakukhathalelanga ukuhlazeka, waza wahlala ngasekunene kwetrone kaThixo.+
23 UYesu wathi kuye: “Kutheni usithi, ‘Ukuba unako’? Kaloku, zonke izinto zinako ukwenzeka kulowo unokholo.”+ 24 Ngoko nangoko utata womntwana wakhwaza esithi: “Ndinalo ukholo! Ndincede ndibe nokholo olungaphezu kolu ndinalo!”+
2 njengokuba sijonge ngqo kuMmeli Oyintloko noMphelelisi wokholo lwethu, uYesu.+ Ngenxa yovuyo olwalubekwe phambi kwakhe wasinyamezela isibonda sokungcungcutheka,* engakukhathalelanga ukuhlazeka, waza wahlala ngasekunene kwetrone kaThixo.+