2 Kumkani 5:1 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 5 UNahaman, intloko yomkhosi kakumkani waseSiriya, wayeyindoda ebalulekileyo nehloniphekileyo enkosini yayo, kuba uYehova wayesebenzise yena ukuze iSiriya yoyise.* Le ndoda yayiligorha, kodwa ineqhenqa.* 2 Kumkani 5:14 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 14 Wahamba ke wayokungena* eYordan kasixhenxe njengokuba wayetshilo umntu kaThixo wokwenene.+ Emva koko inyama yakhe yabuya yaba njengenyama yenkwenkwana+ waza wacoceka.+
5 UNahaman, intloko yomkhosi kakumkani waseSiriya, wayeyindoda ebalulekileyo nehloniphekileyo enkosini yayo, kuba uYehova wayesebenzise yena ukuze iSiriya yoyise.* Le ndoda yayiligorha, kodwa ineqhenqa.*
14 Wahamba ke wayokungena* eYordan kasixhenxe njengokuba wayetshilo umntu kaThixo wokwenene.+ Emva koko inyama yakhe yabuya yaba njengenyama yenkwenkwana+ waza wacoceka.+