IMizekeliso 11:28 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 28 Othembela ngobutyebi bakhe uza kuwa,+Kodwa amalungisa aza kuchuma njengamahlamvu.+ Mateyu 19:23 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 23 Emva koko uYesu wathi kubafundi bakhe: “Ndiyaniqinisekisa ukuba, kuza kuba nzima ngesityebi ukungena eBukumkanini bamazulu.+ Marko 10:23, 24 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 23 UYesu wabhekabheka waza wathi kubafundi bakhe: “Kuza kuba nzima nyhani ngabantu abanemali ukungena eBukumkanini bukaThixo!”+ 24 Yabamangalisa loo nto abafundi bakhe. Waza uYesu wathi kubo: “Bahlobo bam,* kunzima kakhulu ukungena eBukumkanini bukaThixo! 1 Timoti 6:9 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 9 Kodwa abo bazimisele ukuba zizityebi beyela esilingweni nasemgibeni,+ nakwiminqweno emininzi yobudenge, zinto ezo ezibazisela intlekele nokufa.+
23 Emva koko uYesu wathi kubafundi bakhe: “Ndiyaniqinisekisa ukuba, kuza kuba nzima ngesityebi ukungena eBukumkanini bamazulu.+
23 UYesu wabhekabheka waza wathi kubafundi bakhe: “Kuza kuba nzima nyhani ngabantu abanemali ukungena eBukumkanini bukaThixo!”+ 24 Yabamangalisa loo nto abafundi bakhe. Waza uYesu wathi kubo: “Bahlobo bam,* kunzima kakhulu ukungena eBukumkanini bukaThixo!
9 Kodwa abo bazimisele ukuba zizityebi beyela esilingweni nasemgibeni,+ nakwiminqweno emininzi yobudenge, zinto ezo ezibazisela intlekele nokufa.+