Mika 7:6 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 6 Kuba unyana udelela utata wakhe,Intombi ayimthobeli umama wayo,+Umolokazana uxabana nomazala,+Iintshaba zomntu ngabantu bendlu yakhe.+ Marko 13:12, 13 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 12 Ngaphezu koko, umntu uza kubulalisa umntakwabo, utata abulalise umntwana, nabantwana bajikele abazali babo baze bababulalise.+ 13 Niza kucatshukelwa ngumntu wonke ngenxa yegama lam,+ kodwa lowo unyamezele kwada kwasekupheleni*+ uza kusindiswa.+ IZenzo 7:59 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 59 Njengoko babembetha ngamatye, uStefano wenza esi sicelo kuYesu: “Nkosi Yesu, ndibuyekela ezandleni zakho ubomi bam.”*
6 Kuba unyana udelela utata wakhe,Intombi ayimthobeli umama wayo,+Umolokazana uxabana nomazala,+Iintshaba zomntu ngabantu bendlu yakhe.+
12 Ngaphezu koko, umntu uza kubulalisa umntakwabo, utata abulalise umntwana, nabantwana bajikele abazali babo baze bababulalise.+ 13 Niza kucatshukelwa ngumntu wonke ngenxa yegama lam,+ kodwa lowo unyamezele kwada kwasekupheleni*+ uza kusindiswa.+
59 Njengoko babembetha ngamatye, uStefano wenza esi sicelo kuYesu: “Nkosi Yesu, ndibuyekela ezandleni zakho ubomi bam.”*