Mateyu 24:30 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 30 Emva koko kuza kubonakala ummangaliso wobukho boNyana womntu esibhakabhakeni, ibe zonke izizwe zomhlaba ziza kwenza isijwili,+ yaye ziza kumbona uNyana womntu+ esiza esemafini,* enamandla nozuko olukhulu.+ Marko 13:26 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 26 Ngoko abantu baza kumbona uNyana womntu+ esiza esemafini, enamandla nozuko olukhulu.+ ISityhilelo 1:7 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 7 Jongani! Uza ngamafu,+ yaye onke amehlo aza kumbona, kunye nabo bamhlabayo. Zonke izizwe zomhlaba ziza kuzibetha esifubeni zisentlungwini ngenxa yakhe.+ Ziza kwenzeka nyhani ezi zinto, Amen.
30 Emva koko kuza kubonakala ummangaliso wobukho boNyana womntu esibhakabhakeni, ibe zonke izizwe zomhlaba ziza kwenza isijwili,+ yaye ziza kumbona uNyana womntu+ esiza esemafini,* enamandla nozuko olukhulu.+
7 Jongani! Uza ngamafu,+ yaye onke amehlo aza kumbona, kunye nabo bamhlabayo. Zonke izizwe zomhlaba ziza kuzibetha esifubeni zisentlungwini ngenxa yakhe.+ Ziza kwenzeka nyhani ezi zinto, Amen.