Roma 12:12 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 12 Vuyani ngenxa yokuba ninethemba. Nyamezelani xa nisebunzimeni.+ Hlalani nithandaza.+ Efese 6:18 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 18 niqhubeke nisebenzisa zonke iindlela zokuthandaza+ nokucenga uThixo ngawo onke amaxesha nikhokelwa ngumoya wakhe.+ Ukuze nikwazi ukuyenza loo nto, hlalani nithe qwa, nisoloko nibacengela kuThixo abangcwele. 1 Petros 4:7 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 7 Kodwa isiphelo sayo yonke into sisondele. Ngoko ke yibani ngabaphilileyo engqondweni,+ nihlale nikulungele ukuthandaza.+
18 niqhubeke nisebenzisa zonke iindlela zokuthandaza+ nokucenga uThixo ngawo onke amaxesha nikhokelwa ngumoya wakhe.+ Ukuze nikwazi ukuyenza loo nto, hlalani nithe qwa, nisoloko nibacengela kuThixo abangcwele.
7 Kodwa isiphelo sayo yonke into sisondele. Ngoko ke yibani ngabaphilileyo engqondweni,+ nihlale nikulungele ukuthandaza.+