Mateyu 6:10 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 10 Mabufike uBukumkani bakho.*+ Makwenzeke nasemhlabeni ukuthanda kwakho,+ njengasezulwini. Mateyu 26:39 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 39 Waya phambili umganyana, wawa ngobuso, wathandaza+ esithi: “Tata, ukuba kunokwenzeka, mayidlule le ndebe+ kum. Kodwa, mayingabi kukuthanda kwam, mayibe kukuthanda kwakho.”+ Marko 14:36 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 36 Yaye wathi: “Abha,* Tata,+ akukho nto inokukohlula; yisuse le ndebe kum. Kodwa, mayingabi kukuthanda kwam, mayibe kukuthanda kwakho.”+ Yohane 5:30 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 30 Akukho nenye into endinokuyenza ndingayithunywanga. Ndigweba ngendlela athi uTata mandigwebe ngayo, ibe ndigweba ngendlela efanelekileyo,+ kuba andenzi kuthanda kwam, kodwa ndenza ukuthanda kwaLowo undithumileyo.+ Yohane 6:38 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 38 kuba ndehla ndivela ezulwini+ ndingezanga kwenza ukuthanda kwam, kodwa ukuthanda kwaLowo undithumileyo.+
39 Waya phambili umganyana, wawa ngobuso, wathandaza+ esithi: “Tata, ukuba kunokwenzeka, mayidlule le ndebe+ kum. Kodwa, mayingabi kukuthanda kwam, mayibe kukuthanda kwakho.”+
36 Yaye wathi: “Abha,* Tata,+ akukho nto inokukohlula; yisuse le ndebe kum. Kodwa, mayingabi kukuthanda kwam, mayibe kukuthanda kwakho.”+
30 Akukho nenye into endinokuyenza ndingayithunywanga. Ndigweba ngendlela athi uTata mandigwebe ngayo, ibe ndigweba ngendlela efanelekileyo,+ kuba andenzi kuthanda kwam, kodwa ndenza ukuthanda kwaLowo undithumileyo.+
38 kuba ndehla ndivela ezulwini+ ndingezanga kwenza ukuthanda kwam, kodwa ukuthanda kwaLowo undithumileyo.+