Mateyu 26:63 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 63 Kodwa uYesu wathula wathi cwaka.+ Ngoko umbingeleli omkhulu wathi kuye: “Funga ngoThixo ophilayo ukuba unguye nyhani na uKristu, uNyana kaThixo!”+ Marko 14:61 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 61 Kodwa wathula wathi cwaka, akaphendula.+ Waphinda umbingeleli omkhulu wambuza wathi: “Unguye nyhani na uKristu uNyana waLowo Ungcwele?”
63 Kodwa uYesu wathula wathi cwaka.+ Ngoko umbingeleli omkhulu wathi kuye: “Funga ngoThixo ophilayo ukuba unguye nyhani na uKristu, uNyana kaThixo!”+
61 Kodwa wathula wathi cwaka, akaphendula.+ Waphinda umbingeleli omkhulu wambuza wathi: “Unguye nyhani na uKristu uNyana waLowo Ungcwele?”