15 Kodwa wona akhwaza esithi: “Msuse! Msuse! Makaye esibondeni!” UPilato wathi kuwo: “Nifuna ndibulale ukumkani wenu?” Ababingeleli abaziintloko bathi: “Mnye ukumkani wethu, nguKesare.” 16 Emva koko, wamnikela kuwo ukuze abulawelwe esibondeni.+
Ngoko amaYuda amthatha uYesu, emka naye.