Luka 23:1 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 23 Baphakama bonke abo bantu baninzi, basa uYesu kuPilato.+ IZenzo 3:13 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 13 UThixo ka-Abraham, kaIsake nokaYakobi,+ uThixo wookhokho bethu, uye wamzukisa uMkhonzi wakhe,+ uYesu,+ lo niye namphika naza nanikela ngaye+ phambi koPilato, nakuba yena uPilato ebegqibe kwelokuba amkhulule. IZenzo 13:27, 28 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 27 Kuba abantu baseYerusalem nabalawuli babo abazange bamqonde, kodwa xa babegweba, zatsho zenzeka izinto ezathethwa ngabaProfeti,+ izinto ezifundwa ngokuvakalayo qho ngesabatha. 28 Nangona bengazange bafumane nto enokubangela ukuba abulawe,+ bathi kuPilato makabulawe.+
13 UThixo ka-Abraham, kaIsake nokaYakobi,+ uThixo wookhokho bethu, uye wamzukisa uMkhonzi wakhe,+ uYesu,+ lo niye namphika naza nanikela ngaye+ phambi koPilato, nakuba yena uPilato ebegqibe kwelokuba amkhulule.
27 Kuba abantu baseYerusalem nabalawuli babo abazange bamqonde, kodwa xa babegweba, zatsho zenzeka izinto ezathethwa ngabaProfeti,+ izinto ezifundwa ngokuvakalayo qho ngesabatha. 28 Nangona bengazange bafumane nto enokubangela ukuba abulawe,+ bathi kuPilato makabulawe.+