Mateyu 13:57 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 57 Ngoko bacaphuka.+ Kodwa uYesu wathi kubo: “Umprofeti uphathwa ngembeko kuyo yonke indawo, ngaphandle kwakummandla wakowabo nakwikhaya lakhe.”+ Marko 6:4 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 4 Kodwa uYesu wathi kubo: “Umprofeti uphathwa ngembeko kuyo yonke indawo, ngaphandle kwakummandla wakowabo, kubantu bakowabo nakwikhaya lakhe.”+ Luka 4:24 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 24 Ngoko wathi: “Ndiyaniqinisekisa ukuba, akakho umprofeti owakhe wamkelwa kummandla wakowabo.+
57 Ngoko bacaphuka.+ Kodwa uYesu wathi kubo: “Umprofeti uphathwa ngembeko kuyo yonke indawo, ngaphandle kwakummandla wakowabo nakwikhaya lakhe.”+
4 Kodwa uYesu wathi kubo: “Umprofeti uphathwa ngembeko kuyo yonke indawo, ngaphandle kwakummandla wakowabo, kubantu bakowabo nakwikhaya lakhe.”+