Mateyu 11:27 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 27 UTata uziphathise mna zonke izinto,+ ibe akekho umntu omazi kakuhle uNyana ngaphandle kukaTata;+ engekho nomntu omazi kakuhle uTata ngaphandle koNyana, nalowo uNyana athanda ukumxelela ngaye.+ Luka 10:22 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 22 UTata uziphathise mna zonke izinto, ibe akekho umntu omaziyo uNyana ngaphandle kukaTata, engekho nomntu owaziyo ukuba ngubani uTata ngaphandle koNyana,+ nalowo uNyana athanda ukumxelela ngaye.”+ Yohane 1:18 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 18 Akukho mntu wakha wambona uThixo nanini na;+ abantu bamazi ngokumaziswa+ nguthixo okuphela kozelweyo,+ yena usondeleyo kuTata.*+
27 UTata uziphathise mna zonke izinto,+ ibe akekho umntu omazi kakuhle uNyana ngaphandle kukaTata;+ engekho nomntu omazi kakuhle uTata ngaphandle koNyana, nalowo uNyana athanda ukumxelela ngaye.+
22 UTata uziphathise mna zonke izinto, ibe akekho umntu omaziyo uNyana ngaphandle kukaTata, engekho nomntu owaziyo ukuba ngubani uTata ngaphandle koNyana,+ nalowo uNyana athanda ukumxelela ngaye.”+
18 Akukho mntu wakha wambona uThixo nanini na;+ abantu bamazi ngokumaziswa+ nguthixo okuphela kozelweyo,+ yena usondeleyo kuTata.*+